Ngubani na lo
Zonke iinkcenku neenkcukacha
iincoko neencokwana
sizityeshele
ecaleni kweziko
mabaqeqeshe
Dlobani
nenz'unkcenkce mlanjana
iciko
lwazinga
ikrweca
Yonke le ngxoxo yayiqhutywa ngosebezo
amehlo oninzi lwabantwana
ayexakekile
Watsiba owenkawu
akunja idlala nambundlwana
Galakangqa
ufafa olude lomfana
into emkhitha
babuphazanyiswe
elalibhijele
umqala
nehlungulu
ngesiva esasixwese isidlele
esihlalweni
emhlangabeza
wolula isandla embulisa
baxhawulana
esixhuzu-xhuzula isandla
 Titshala  uza kundliwa
umhambi
uyazi ndimana ukuyiva le nto ndingakholwa
yabamfutshane
bebambene njalo
Zabonakala ziphalala imyembezi  kutitshala 
akazange abenakho nomhambi ukuzibamba
Balilelana
Bayana ngamehlo abantwana
bemangalisiwe
Kwakhula usebezo
xa ubeke indlebe
kulawula
Andazi
lee wanga-wanga ezindabeni
Wabagqiba
Waguqukela
wabuza lo mfo encumile
ndandikufundisa
baqala baqonda abantwana
Akazanga abenakuwuphendula
exakiwe
uya kundinceda
Rhulumente
ngobo buso buzele umcumo
khanindincede
nindezele
umhobe
wesiNgesi
Ngaphendle
Kokulibazisa
Bawunukuneza bawenjenjalo
 ivesi ngevesi 
chipi-chipiza
wayevukelwe zimkumbulo
babefudula bewenza
wabacela
abazange balibazise
bawucengceleza
tyaa
wabonakala
ebindekile
uxolo bantwana bam
khanindiphe
ibenye
Umhle kangaka nje wena sidalwandini?"
bakhwela
baphume okomzuzwana
uya kundixolela
ngokuthi ndisebenzise
ndiva ndithanda
wenziwa
ndimanto
ndingazanga ndayazi
ubunzulu nentsingiselo
kwada kwaba yile mini
namhlanje
unguchwenene womfundisi
ndiziva
neembali
kuzokuthi ga
nemvela-phi
 ndikwayifonisa 
 neyebhadi 
ndinomfanekiso
linyeke nyekana
yeqanda
ndiyalibona
guquka
ngumnyiki
lirhuba
lingumbungwana
ongento
phungu-phungu
Wopena-pena
ekhomba
macala onke
kuhlekwe konwatywe
ezindle
ungumqhiqhibala
weqaba
elingaxeli
waguqu-guquka
ucula ngelizwi elimnandi
 ezikhonsathini 
usenza izinto
ezabetha esi  sikolo 
saduma
ungumdlali  webhola 
uyimbaleki
ubalasele ezifundweni
ndidibana nawe
unguchwenene
neqhayiya le  Afrika 
Ndazifumana neendaba
zokuzuza kwakho
bathathana
eboniswa
ezinye  iititshala 
esaziswa
kwezintsha
yaba nguloo mothuko
ezinye kwezazimazi
zingasamazi kakuhle
Eyona nto
yenza kwabalula
ukumazi
kwabo
bamgqibela kudala
yaba seso siva
sasisesidleleni
sasibalasele
kwasekukhuleni kwakhe
ngoku sasimfanele
ngathi wazalwa naso
sabangwa
wakhathalela
ekuyikelezeni
emva kokumqwalasela
umzuzwana
wadanduluka
bemangalisiwe
ingumtya nethunga
wanyanzeleka
amkhulule
nomtakwabo
sebetsalwa
ngumrhaca  wemoto 
yazigquma
olungemva
wayinyathela
yaxhuma
awayenqwenela ukumbona
ithi qelele
ngetshefu
iphephezela
ilitsala iliso
kweyayigqitha
ungenamphenduli
ungaphazami
njongo
sihlahla indlela

